26-12 2020 08:17
wrote:
Uwile umthi omkhulu wasemaTolweni singalindanga. Iintliziyo zelikhaya lakwaNcula zilihlwili sesi sihlo ebe singakhange sisilindele. Sakuhlala siku khumbula ngobubele nothando lwakho olungazenzisiyo, andithethi ke ngamacebiso akho akhayo. Maxaba nabantwana bakho ningalilahli ithemba. Sabe sikhona Maxaba sasoloko singakuwe ngalo lonke ixesha.
Mveleli, Mandisa nabantwana