26-12 2020 07:31
wrote:
Kuni lusapho lo Tolo, Dlangamandla, Zulu ndithi akuhlanga lungahlanga kunjalo kuzo zonke iitlanga nezizwe. Ewe siyavuma oko kuba imizimba yethu ithwele ubomi nempilo kodwa ikwathwele nokufa. Ngalo mazwi masixole sibuya sivuyele ngamaxesha obomi ale ngwevu yaseMatolweni.
Tolo, as we much ahead as humanity under these most challenging times we cannot even anticipate what lies ahead. We leave in fear and pain and our lives are redefined by new ways of doing things. Our family members and friends are quickly succumbing to this vicious cycle of untimely death.
Yes, I can't help not to remember your articulations that were full of wisdom and good will. You taught me hatred and selfishness is enemy number one of humanity. You advised me that the best I can do is to serve my people and humanity without expecting any compensation.
Phumla ngoxolo Tolo ubungumzali, uyinkokheli. Akusekwaba ngokufa kwakho ilizwe lobawo lingabuyela ekhaya. Akusekwaba iinkokheli zombutho wesizwe ANC zingachola nto zide zithabathe igubo yakho yokwaleka mhlawumbi zingazuza nto.
Phumla ngonaphakade ngwevu yaseMatolweni. Utsho kuTambo, kuMandela kySisulu uthi siyakhala, siyancwina, siyagqukuleka sisuke saba yitlekisa kwizizwe ngezizwe